Inombolo yokubanga ...
ISICELO ESONGEZELELWEYO SEMBUYEKEZO NGAPHANNTSI KOMGAQO 56 WOMTHETHO
IINKCUKACHA NGOMCELI
Igama lomceli ...
Inombolo yesazisi ...
Kufuneka ugcwalise ukuba okulandelayo ukuba ingozi ithe yaneziphumo zokufa Chaza ubuhlobo phakathi komceli, nomsebenzi othe wasweleka ...
Igama lomsebenzi ...
Inombolo yesazisi ...
Umhla wengozi/umhla wokufumana isifo ...
Indawo yengozi/Apho isifo sifumaneke khona ...
IINKCUKACHA ZEMBUYEKEZO
Ingaba kukho mbuyekezo ethe yanikwa ...
Ukufa ? ...Ukuba kunjalo nika inkcaza ...
IZIZATHU/IGUNYA LESICELO
Ukungakhathali Isiqendu 56 
Kuthyolwa ukuba ingozi/isifo sehle ngenxa yokungakhathali kwalowo obalulwe kwisiqendu 56 ... (Ewe...Hayi)
Ukuba kunjalo sicela iinkcukacha zabobantu /umntu othyolwa ngokubangela isifo /ukufa
Chaza ukuba lo mntu uwela nagphantsiKoluhlu lwemihlathi (a),(b),(c),(d)/(e)
Igama isikhundla sakhe
Igama Iinkcukacha
ISIPHENE KWISIXHOBO SOBUCHULE Isiqendu 56 
Kukho izithyolo zokuba ingozi /isifo sibangelwe sisiphene kwisixhobo sobuchule njengoko sekukhankanyiwe kwisiqendu 56 Ewe okanye Hayi ...
Ukuba kunjalo
Chaza ukuba lo mntu uwela nagphantsiKoluhlu lwemihlathi (a),(b),(c),(d)/(e)
Igama isikhundla sakhe
Nika iinkcukacha zokuba kungani kuthyolwa ukuba lo mntu/abantu basilele ukulungisa isiphene kwisixhobo sobuchule:
Igama Izizathu
AMANGQINA
Siphe iinkcukacha ngamangqina ofuna umceli abizwe ngokwasemthethweni ,ukuze azokunika ubungqina egameni lesicelo ukuba kuye kwaxoxwa ityala.
Igama Idilesi
Bhala ngokufutshane ubungqina obuzakuthi bunikwe lingqina ngalinye
Igama Ubungqina
Bhala amagama nedilesi eyunyoni zabasebenzi, igqwetha okanye omele umceli ukuba ukhona ozakumela umceli kule nyewe...
ISIQINISEKISO
Mna... Ndingumceli kule nyewe, ndiqinisekisa ukuba zonke ezinkcukacha ngokolwazi lwam ziyinyaniso.
Ingqina ... Uphawu ... Umhla ...
